Definitions
Sorry, no definitions found. Check out and contribute to the discussion of this word!
Etymologies
Sorry, no etymologies found.
Support
Help support Wordnik (and make this page ad-free) by adopting the word hayi.
Examples
-
There are many such expletives, such as hayi, havu, etc.
The Mahabharata of Krishna-Dwaipayana Vyasa, Volume 3 Books 8, 9, 10, 11 and 12 Kisari Mohan [Translator] Ganguli
-
Into ekufuneka icace gca okwekati emhlophe ehlungwini yeyokuba wonke umntu kufuneka ayenze lento yokuhlolwa ngokuthanda kwakhe hayi ngesinyanzelo.
-
Enye indlela yokuncedisa ukuzisa ukhanyo egumbini lokufundela kukuba makusetyenziswe ipeyinti emhlophe - hayi imibala engakhanyiyo.
-
Ade athi u Ndab'ezitha, "hayi, kwa kungcono kwase Jipetha"!
STATEMENT BY DR PALLO JORDAN, ANC MP DURING THE STATE OF THE NATION ADDRESS DEBATE 2004
-
Kufanelekile ngusungulwe umthetho wokumisela ezixhaswa nguRhulumente nge-mali ezakuthi zithuthe abantwana besikolo abahlala kude nezikolo ngakumbi abo bahlala ezifama sibuyisela isidima abasifaneleyo, hayi lombono umbi wabantwana abakhwela iiTraki.
SPEECH BY ND MBOMBO ON BUDGET VOTE 33: PUBLIC TRANSPORT 17 June 2004 2004
-
Sobabini siyazi ukuba umbane phaya eMqanduli siwufumene kulo rhulumente ka ANC, hayi ngonomgogwana wakhe!
-
To which Mr. Bailey replies, quite simply, Izixhobo kufuneka zisebenzele abantu, hayi abantu izixhobo.
-
“Ndithi ke hayi kambe namhla, kuba kwelo phepha leendaba ngathi ndibona isitya esihle sokulondoloza iimbali, neendaba namavo, asekhaya.
ANC Today 2007
-
“Ndithi ke hayi kambe namhla, kuba kwelo phepha leendaba ngathi ndibona isitya esihle sokulondoloza iimbali, neendaba namavo, asekhaya.
ANC Today 2007
-
Cde President le ndawo ndithetha ngayo inomzana omkhulu apho obizwa ngokuthi yi Kanana (hayi iKanana exelwa yincwadi emlomo obomvu (bible).
Comments
Log in or sign up to get involved in the conversation. It's quick and easy.