Definitions
Sorry, no definitions found. Check out and contribute to the discussion of this word!
Etymologies
Sorry, no etymologies found.
Support

Help support Wordnik (and make this page ad-free) by adopting the word kaloku.
Examples
-
Ewe kaloku zidwesha itsho nayo imbongi yeSizwe Jikelele ukuthi:
-
Ewe kaloku zidwesha itsho nayo imbongi yeSizwe Jikelele ukuthi:
-
Mphathiswa bayazidinga izithuthi abantu emakhaya zinqabile bafuna, ukuyokuthengisa izinto kwezinye indawo nothutho emakhaya kaloku ibhasi ihamba kanye ngemini.
SPEECH BY ND MBOMBO ON BUDGET VOTE 33: PUBLIC TRANSPORT 17 June 2004 2004
-
Bathi bayabulela ngamanzi acocekileyo kuba kaloku bebedla ngokubasa ngamalongwe, kodwa namhlanje akusekho ukuhamba kwindawo ezoyikekayo beyokufuna amalongwe.
-
Eyona nto ingamandla esilwisana nayo nje ngeenkokheli zoluntu, kukuxhatshazwa kwabantwana neentsapho, nokuswela imisebenzi kodwa ngenxa yokuba bayasivisisa xa sithetha ngo Vukuzenzele baya kuhlala. bemxhasa u lulumente okhokelwa yi African National Congress - bathi kungcono ukusenga inkomo ene thole-kuno kuba uziqhathe ngokuthemba emithiyo kuba kaloku akuqinisekanga ukuthi yozala ntoni na.
-
Anilahlekelwanga nodwa sonke isizwe siyayizilela lenkokheli kuba kaloku imisebenzi negalelo layo kwidabi lokulwela inkululeko alinamlinganiso.
-
Kusapho kunye nezalamane ndithi xolani, nizole kuba kaloku lengwevu yakwa Xhamela ilufezile olwayo ugqatso kwelilizwe.
Comments
Log in or sign up to get involved in the conversation. It's quick and easy.