Definitions
Sorry, no definitions found. Check out and contribute to the discussion of this word!
Etymologies
Sorry, no etymologies found.
Support
Help support Wordnik (and make this page ad-free) by adopting the word kuba.
Examples
-
Liverpool look set to sign £8m WINGER in January: A player with a bright future (4): swap jermaine + 4 million quid for 'kuba' - absolutely!
-
Iyakhwakqisa into yokufumana ukuthi ngapha ngasekunxele kwam abayiboneli ntweni lengxubakaxaka kuba bona ayibachaphazeli.
Speech by Beauty Dambuza on the State of the Nation Address Debate 2007
-
UNIDENTIFIED FEMALE: The price for the kuba (ph) cloth is $100.
-
Sinako ukuqhubekeka kuba ngenxa yokungakhathalelwa kwendawo zasemaphandleni, zisesemva ngobubuxhakaxhaka obungundoqo ekuziseni umbane eluntwini.
-
Lokhu kwenzeke ezinkomfeni ezahlukahlukene lapho eyomhlaba nomcebo ongaphansi kwawo kuba yingxenye e ebalulekile ukubheka amaxgathi asethathiwe nezinselelo eziqhamuka lapho kuphasiswa imithetho.
Speech by Themba Mahlaba during the debate on the Minerals & Energy budget vote 2008
-
Apho khona urhulumente waphuma etshaya kuba injongo zakhe zazicace nakuthathatha.
-
Asithethi ngomcimbi wokunyoba nokunyotywa ko Ceba namagosa ooMasipalati kuba abantu bonke bayazi ukuba u Rulumente we ANC awunyubuli nezaphuli-mthetho ezinjalo kuba zifanele ezimnyama izisele.
Speech by Nkosi Mwelo Nonkonyana during the debate on the Provincial & Local Government budget vote 2008
-
Umyalezo esiwubhekisa kuluntu ngokubanzi, siyanibongoza, musani ukuzithengisa izindlu ezomxhaso kahulumente, kuba loonto, iyayidodobalisa lenkqubo.
Speech by Nomhle Dambuza during the debate on the Housing budget vote 2008
-
Lithabatheni eli qhalo labadala: kuba bathi, "Akuhlanga lungehlanga!"
Budget Vote Speech by Minister of Labour, Membathisi Mdladlana 2008
-
Xa amathuba okusebenza athe akho mabaphume ke abantu kwintlupheko kodwa akunjalo kuba iimeko abasebenza phantsi kwazo zimanyumnyezi yaye zihlasimlisa umzimba.
Budget Vote Speech by Minister of Labour, Membathisi Mdladlana 2008
Comments
Log in or sign up to get involved in the conversation. It's quick and easy.