Definitions
Sorry, no definitions found. Check out and contribute to the discussion of this word!
Etymologies
Sorry, no etymologies found.
Support

Help support Wordnik (and make this page ad-free) by adopting the word sithi.
Examples
-
Noko makhe sime sithi xha sikhe sijonge siqwalasele undonakele.
Budget Vote Speech by Minister of Labour, Membathisi Mdladlana 2008
-
Azange sithi abantu ababuyele lapho bavela khona OLWANDLE.
Speech by Dumisile Nhlengethwa during the Safety & Security budget vote 2008
-
Kunina nonke Mabongwa amahle, sithi akwehlanga lungehlanga;
-
Kunphakathi wonkana sithi Ma Afrika amahle siyani wunxusa sisithi ulaka phantsi
Speech by Nomhle Dambuza during the debate on the Presidency budget vote 2008
-
Ngala mazwi sithi, thuthuzelekani; ngokwenjenje kwethu sithi; yakhekani.
Budget Vote Speech by Minister of Labour, Membathisi Mdladlana 2008
-
Thina singoomama bomzantsi sithi xasizithelekisa nomama behlabathi sizibone siyibetha, in Canada, Australia kunye ne Melika ngenxa yenani eliphakamileyo loomama abakwizikundla zolawulo.
-
Kunamhlanje oomama banabo banegalelo kwaye bayinxalenye yeziqgibo nolawulo, yiyo kelonto sithi sibulele aba mama basimela phambi ko Strydom.
-
Athe ngokhisimusi odluleyo (2006) anikela nge-school uniform kubantwana abangu (25) abashiywa ngabazali ngenxa yesifo ugawulayo, groceries to 30 in needy adults sithi "Mazenethole".
Speech by Beauty Dambuza on the State of the Nation Address Debate 2007
-
Nkqo sithi nkqo singa basebenzi thina balaphe Africa
-
Nathi Minister sikuqaba le vicks sithi mayibuye incubeko yethu ungoyiki ngokoyiswa!
Speech by Pamela Tshwete on the Department of Arts & Culture Budget Vote Debate 2007
Comments
Log in or sign up to get involved in the conversation. It's quick and easy.