Definitions
Sorry, no definitions found. Check out and contribute to the discussion of this word!
Etymologies
Sorry, no etymologies found.
Support
Help support Wordnik (and make this page ad-free) by adopting the word bonke.
Examples
-
Futhi sicela izintlelo ezisebenzisana nemiphakathi yasemakhaya ziqiniswe ukuze leBudget ihlomule yibo bonke abantu bezwe lakithi
-
Phambi kokuba ndikhwelele kweliqonga, inga bonke abantu kunye nenkokheli zam zonke into yokuba liphelile ixesha loo Hlohlezabo, ubuqhophololo nobuqhwemesha ngoku.
Speech by Nkosi Mwelo Nonkonyana during the debate on the Provincial & Local Government budget vote 2008
-
Angivume Somlomo ukuthi uma kukhona lapho sehluleke khona ukulalela imizwa yabantu ngokwalentando yeningi ekudingideni lomthethosivivinywa kulapho singafinyelelanga kubantu bonke abathintekayo yilomthetho.
-
Asithethi ngomcimbi wokunyoba nokunyotywa ko Ceba namagosa ooMasipalati kuba abantu bonke bayazi ukuba u Rulumente we ANC awunyubuli nezaphuli-mthetho ezinjalo kuba zifanele ezimnyama izisele.
Speech by Nkosi Mwelo Nonkonyana during the debate on the Provincial & Local Government budget vote 2008
-
Phambi kokuba ndikwelele kweliqonga, inga bonke abantu kunye no Ceba bangayazi into yokuba liphelile ixesha loo Hlohlezabo, ubuqhophololo nobuqhwemesha ngoku.
-
Singabantu belizwe elinye, abanembono enye nabanjongo yokuphuhlisa zonke ingingqi neziphaluka ukuze abantu bonke belilizwe bazuze intlalo entle nobomi obuhle kwindawo zonke.
-
Siyamncoma uHulumeni kaAfrican National Congress ngemizamo yakhe yokwakha izwe elinokuthula, lapho bonke abantu bebamba iqhaza ekuphatheni izwe kanye nomnotho walo.
-
Asithethi ngomcimbi wokunyoba nokunyotywa ko Ceba namagosa ooMasipalati kuba abantu bonke bayazi ukuba u Rulumente we ANC awunyubuli nezaphuli – mthetho ezinjalo kuba zifanele ezimnyama izisele.
-
Sihlaba ikhwelo ukuba bonke oomasipala mabancedisane noEskom ukonga umbane.
-
Umbutho wesizwe i A.N.C. wakhiwa ngenjongo yokukhulula abantu bonke belizwe kwidyokhwe yengcinezelo nakwisandla esirhabaxa sorhulumente begcuntswa nentsapho zaboamaphandle.
Comments
Log in or sign up to get involved in the conversation. It's quick and easy.